CORRIGER LES PAROLES

Paroles : Noba Ngumama

Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane
Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane

Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa

Bayandithyola aba bantu mna
Bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa
Bayandithyola aba bantu mna
Bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa

Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa

Ndike ndabizwa ngamagama wonke
Ndabizwa nangebhantinti
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu
Ndabizwa ngoguluva
Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu

Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa
Khanibize noba ngumama azondikhulula
Ndisemzini wegxagxa

Mna ndizondwa ngabantu
Ndizondwa ngumakhelwane
Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane