CORRIGER LES PAROLES

Paroles : Liziwe

Sondela ntombazana
Andikudelanga mntas' ekhaya
Nto nje ndiding' ithuba
Lokuba nawe, ndkubambe
Mamela ntombazana
Ndiphupha ngawe ndikuthanda
Ende bendingaqali
Ngoba kudala ndikufuna

We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna

Usakhumbula ndikubiza?
Usakhubula ndikulandela?
Ndfun' ukuzibika
Kudala ndikufuna
Kudala ndikuthanda
Kudala ndikufuna
Kudala ndikuzulela
Kudala ndikuthanda

We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna

Andikhathali noba bathini
Wen' ungowam, ulubambo lwam
Ndizochitha nnawe intsuku zobomi bam
Ndiyakuthanda
Andikhathali noba bathini
Ungowam, wena ulubambo lwam
Ndizochitha nnawe intsuku zobomi bam
Ndiyakuthanda

We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna
We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna

We Liziwe, ndiyakuthanda
We Liziwe, ndiyakufuna