CORRIGER LES PAROLES

Paroles : Buyele'khaya

Thumel' imali
Thumel' imali, tata
Thumel' imali
Thumel' imal' ekhaya

Bek'noba njani na ngaphandle komama?
Kalok' utata uye wasishiya no mama
Uth' uzobuya, usayophangel' imali
Kuna namhlanje akakabuyel' ekhaya

Akazang' abuye namali
Akazang' a buyel'ekhaya
Akazang' abuye namali
Tata, buyel' ekhaya

Syambulel' umama ngokusikhulisa kwakhe
Kungekho mali, umama ebexolel' u'ngatyi
Singaka nje thina ngumama yedwa
Kodwa namhlanje ndithi siyabulela mama

Ngob' utata akazang' abuye namali
Akazang' abuyel' ekhaya
Akazanga buye namali
Tata, buyel' ekhaya
Akazang' abuye namali
Akazang' a buyel'ekhaya
Akazang' abuye namali
Tata, buyel' ekhaya
[Post-Chorus]
Kulungile, hlala kanjalo
Kulungile, siphila kanjalo
Kulungile, ubomi buhamba kanjalo
Tata, buyel' ekhaya

Oko wemkayo akazang' abuye namali
Akazang' abuyele khaya
Akazang' abuye namali
Tata, buyel' ekhaya
Oko wemkayo akazang' abuye namali
Sikhule singaka, akazang' abuyel' ekhaya
Sasimlindile, akazang' abuye namali
Tata buyel' ekhaya

Oh! Buyel' ekhaya
Oh! Buyel' ekhaya
Oh! Buyel' ekhaya
Tata, buyel' ekhaya
Oh! Buyel' ekhaya
Oh! Buyel' ekhaya
Oh! Buyel' ekhaya
Tata, buyel' ekhaya

Akazang' abuye namali
Akazang' a buyel'ekhaya
Akazang' abuye namali
Tata, buyel' ekhaya