AJOUTER PAROLES
Top 100
Sorties d'albums
artistes
Communauté
Espagnol
Portuguais
Anglais
Correction Paroles
Noba Ngumama
par
Nathi
Retour
Paroles
Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andaz' ba ndenzeni na kumakhelwane Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Bayandithyola aba bantu mna Bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa Bayandithyola aba bantu mna Bathi ndiqhekezile, emzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Ndike ndabizwa ngamagama wonke Ndabizwa nangebhantinti Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Ndabizwa ngoguluva Ndikhe ndabekelwa bucala ngabantu Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Khanibize noba ngumama azondikhulula Ndisemzini wegxagxa Mna ndizondwa ngabantu Ndizondwa ngumakhelwane Andazi ba ndenzeni na kumakhelwane
clip
Ton pseudo sera publié. Laisses les champs vide pour rester anonyme.
Soumettre
Modal title
×
Ajouter un média
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Se souvenir de moi
Mot passe oublié
Connectes-toi
M'inscrire