CORRIGER LES PAROLES

Paroles : Intliziyo

Kukh' indawo, intliziyo
Wayenz' uThixo yafihlakala
Kukh' indawo, intliziyo
Wayenz' uThixo yafihlakala

Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?

Undihlambe intliziyo
Ndingekalali kobu buthongo
Undihlambe ezonweni
Ndingekalali kobu buthongo

Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe zaziwa nguye
Angek' uzazi iingcinga zomntu
Neendlela zakhe ahamba ngazo

Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?

Ingakwenza uzibuz'
Imibuzo engaphendulekiyo
Ingakwenza ungalal' ebusuku
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho
Ingakufaka ezintweni intliziyo yakho

Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?

Lent' uyenzayo
(Kanti zisetshe wena, ngokwakho)
Noba wenzani, uzenzela wena
Lent' uyenzayo
(Kanti zisetshe wena, ngokwakho)
Noba wenzani, uzenzela wena

Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?
Kanti zisetshe wena, ngokwakho
Uhamba kanjani?

Kukh' indawo, intliziyo
Wayenz' uThixo yafihlakala
Kukh' indawo, intliziyo
Wayenz' uThixo yafihlakala