CAPA/TRACKLIST

Letra : Ungowami

Oh
Thatha nas' isandla sam
Khawuleza, ndikhokhele kwintliziyo yakho

Andithi Uyavuma (Kha wenze)
Wonese u?Thando(Kha wenze)
Emphefumlweni wam, ndonwabile
Ndiyaku dinga?(Kha?wenze)
Ndiyaku funa (Kha?wenze)
Ndivakalelwe nguwe baby

Kudala ndipheph' uthando
Kwathi kovela?wena
Ndabon' uba ungowami ungowami
Kudala ndipheph' uthando
Kwathi kovela wena
Ndabon' uba ungowami ungowami

Enyanisweni
Ufana nje neenkanyezi
Umsulwa kumu
Ndikhanyiselwe ngophezulu

Andithi Uyavuma (Kha wenze)
Wonese u?Thando(Kha wenze)
Emphefumlweni wam, ndonwabile
Ndiyaku dinga (Kha wenze)
Ndiyaku funa (Kha wenze)
Ndivakalelwe nguwe baby

Kudala ndipheph' uthando
Kwathi kovela wena
Ndabon' uba ungowami ungowami
Kudala ndipheph' uthando
Kwathi kovela wena
Ndabon' uba ungowami ungowami

Oh oh
Ndikunika
Ndikunike lonke

Andithi uyavuma
Wonise uthando
Emphefumlweni wam, ndonwabile
Ndiyakudinga, ndiyakufuna
Ndivakalelwe nguwe baby

Kudala ndipheph' uthando
Kwathi kovela Wena
Ndabon' uba ungowami ungowami