CORRECT LYRICS

Lyrics : Thandiwe

Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe

Kwasekuxaleni wawungu Thandiwe wam'
Ndingafuni nokuva nto
Xa ndicinga ndiva buhlungu, yeah
Izinto zajika, sekutheni na?
Oh ndisele nengcinga

Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Mntakwethu, kwenzenjani
Phakathi kwam' nawe, yeah?
Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Mntakwethu, kwenzenjani
Phakathi kwam' nawe, yeah?

Ngoluthando ndicela sihlale sibonisana
Singayeki umhlaba asihlukanise
Dala siwa mina nawe baby kodwa sihlala thina sibambile
Ewe emhlabeni kunzima
Andifuni kuphila ngaphandle kwakho
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe mntakwethu (Thandiwe wam')
Kusheke ingcinga (Ndicinga)
Ngawe imini nobusuku bayo (Ngawe ubusuku nemini)
Mntakwethu (Mntakwethu kwenzenjani?)
Ingathi kuphelile (Hlala ndicabanga ngawe)

Ndicinga ngawe ubusuku nemini
Mntakwethu, mntakwethu, kwenzenjani
(Phakathi) Phakathi kwam' nawe?

Ndihlala ndicinga ngawe (Ndicinga ngawe ubusuku nemini)
Mntakwethu kwenzenjani
Kutheni na ? (Phakathi kwam' nawe)
Phakathi kwam' nawe, phakathi kwam nawe
Angisazi andazi (Ndicinga ngawe ubusuku nemini)
Haibo (Mntakwethu, mntakwethu kwenzenjani)
Phakathi kwam' nawe (Baby baby baby baby)