CORRECT LYRICS

Lyrics : Ngoku

Kutheni ndinjena?
Kutheni ndiziva olu hlobo?
Uthando lunjena!
Without you andikwazi kuphila
Usi sthandwa sam'
Ungu muntu wam'
Ngicelu hlale nam' naphakade
Ngoba andiyo nto mna
Ngaphandle kwakho

Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho

Uzungandishiyi xandikudinga
Ngoba imizamo yam' yonke, ndiyenzela wena
Noma uqude lufika, uzunga ndiyeki
Wena uzuqine uyiqonde
Ukuba ndingo wakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho

Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho
Ndicel' undithande ngoku
Nangomso naphakade
Uzungandishiyi
Ngoba andiyonto mna, ngaphandle kwakho