AJOUTER PAROLES
Top 100
Sorties d'albums
artistes
Communauté
Espagnol
Portuguais
Anglais
Correction Paroles
Imibuzo
par
Nathi
Retour
Paroles
Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Ngeliny' ixesha sthandwa sam Kuba ngathi awulbon' uthando lwam Ngeliny' ixesha sthandwa sam Ndiba ngazama, awubon' umzamo wam Kodwa xa ndingekho phambi kwakho Uyayazi kuba njani na? Kuba xa ungekho phambi kwam Ndiyayazi kuba njani kum Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Usakhumbul' uba, kukh' izithembiso esazenzayo Phambi komfundisi nabantu? Kuba wawuthe, uzawuba nami, noba kunjan Ebuhleni nasebubini Ndiyamangala xa izaba nguwe lo, ofun' uhamba Ufun' uthath' intozakh' ugoduke Ndiyamangala xa izawuba nguwe lo Ufun' ugoduka Ngenxa yoba ndingenamali Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Yeyani? Yeyani? Lemibuzo ndinayo ngawe Yeyani, yeyani na? Kutheni ndizibuza le mibuzo? Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndizibuz' imibuzo Uyenza b'hlung' intliziyo yam Undenza ndingalali ebusuku
clip
Ton pseudo sera publié. Laisses les champs vide pour rester anonyme.
Soumettre
Modal title
×
Ajouter un média
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Se souvenir de moi
Mot passe oublié
Connectes-toi
M'inscrire