ENVIAR LETRAS
Top 100
Lançamentos de álbuns
Artistas
Comunidade
francês
Espanhol
Português
corrija a letra Letra
Yibanathi
por
Vusi Nova
Retornar
Letra
Messiah, ndigugqe nge dolo Phambhi kwakho Ndiyakhala Smakade s’yaphela, xolela Ungas’lahli ngelixesha eli njena El Shaddai Adonai thethelela ndiyakucela, xolela Nom’ indlela inameva, ndithembe wena Nom’ iz’ vunguvungu zomoya zingafika mna ndithembe wena Ndithembe wena Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Xa ukhona Thixo, ne cebo likhona Xa ukhona Thixo, nе ndlela i khona Noma Ke Thixo, ungawu cishanga lo umlilo Kodwa yibanathi Kuwo, yibanthi Bawo yibanathi Nge lixеsha elinje Usixolele izono zethu Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Siya kudinga, oh Yehova Nga phandle kwakho, Singenze lutho Siya kudinga, oh Yehova Xa ukhona, Konke kulungile Kulungile Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Bawo yibanathi Nge lixesha elinje Usixolele izono zethu Usi-usi-usixolele izono zethu Usixolele izono zethu Usixolele izono zethu
vídeo de música
Seu nome será publicado. Deixe os campos em branco para permanecer anônimo.
Enviar
Modal title
×
Adicionar mídia
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Lembre de mim
Senha perdida
Entrar
Registrarse