ENVIAR LETRAS
Top 100
Lançamentos de álbuns
Artistas
Comunidade
francês
Espanhol
Português
corrija a letra Letra
Ndenzenjani
por
Nathi
Retornar
Letra
Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Kolu thando ndibon' ingozi Kolu thando ndibon' intshaba Zezilungiswe nguw' ezonto Ndenze njani? Kolu thando ndibon' ingozi Kolu thando ndibon' intshaba Zezilungiswe nguw' ezonto Ndenze njani? Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Ndakuhliwa nasisifo Onk' amandla am ahluthwa Ndiyazama kodwa, ndenze njani? Yiguqul' eyam intando Yifanise nale yakho Susa konk' ukuthandabuza Ndenze njani? Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Kolu thando ndibon' ingozi Kolu thando ndibon' intshaba Zezilungiswe nguw' ezonto Ndenze njani? Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani, hey Ndimana ndizibuz' ukuthi ndingenza njani
vídeo de música
Seu nome será publicado. Deixe os campos em branco para permanecer anônimo.
Enviar
Modal title
×
Adicionar mídia
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Lembre de mim
Senha perdida
Entrar
Registrarse