Messiah, ndigugqe nge dolo
Phambhi kwakho Ndiyakhala
Smakade s’yaphela, xolela
Ungas’lahli ngelixesha eli njena
El Shaddai Adonai thethelela ndiyakucela, xolela
Nom’ indlela inameva, ndithembe wena
Nom’ iz’ vunguvungu zomoya zingafika mna ndithembe wena
Ndithembe wena
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Xa ukhona Thixo, ne cebo likhona
Xa ukhona Thixo, nе ndlela i khona
Noma Ke Thixo, ungawu cishanga lo umlilo
Kodwa yibanathi Kuwo, yibanthi
Bawo yibanathi
Nge lixеsha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Siya kudinga, oh Yehova
Nga phandle kwakho, Singenze lutho
Siya kudinga, oh Yehova
Xa ukhona, Konke kulungile
Kulungile
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Bawo yibanathi
Nge lixesha elinje
Usixolele izono zethu
Usi-usi-usixolele izono zethu
Usixolele izono zethu
Usixolele izono zethu