He Nomathemba
He Nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena?
He Nomathemba
Hintoni my love?
Hintoni my love?
Hinxubakaxaka yantoni na lena?
Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenzenjani na?
Ndikhumbula ndiqal’ ukuk’bona mna ndacazeka mna
Ndavele ndaphathwa zintloni ndaphathwa higwababa
Hay’ ndinceden, buhl’ obungaka and’ kwazi nokuzibambha
Kwazi nokuncama ncono ndihlale ndizama
Ndifun’ ube ngo wam
Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenzenjani na?
He Nomathemba
He Nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena?
He Nomathemba
Hintoni my love?
Hintoni my love?
Hinxubakaxaka yantoni na lena
Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenzenjani na?
Ndizibuza imibuzo (Imibuzo)
Xandifika kuye ndizothini na mna?
Mhla umbhi ndimbuz’ ixesha
Ndimbuz’ impilo
Ndimbuz’ ukub’ unjani
Mara why undenza so?
Oh Nomathemba
Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenzenjani na?
He Nomathemba
He Nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena?
He Nomathemba
Hintoni my love?
Hintoni my love?
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He Nomathemba
Oh why
Oh why
Oh why
Oh why ndenzenjani na?
He Nomathemba
He Nomathemba
Hinxubakaxaka yantoni na lena?
He Nomathemba
Hintoni my love?
Hintoni my love?
Hinxubakaxaka yantoni na lena
He Nomathemba