AJOUTER PAROLES
Top 100
Sorties d'albums
artistes
Communauté
Espagnol
Portuguais
Anglais
Correction Paroles
Nomathemba
par
Vusi Nova
Retour
Paroles
He Nomathemba He Nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena? He Nomathemba Hintoni my love? Hintoni my love? Hinxubakaxaka yantoni na lena? Oh why Oh why Oh why Oh why ndenzenjani na? Ndikhumbula ndiqal’ ukuk’bona mna ndacazeka mna Ndavele ndaphathwa zintloni ndaphathwa higwababa Hay’ ndinceden, buhl’ obungaka and’ kwazi nokuzibambha Kwazi nokuncama ncono ndihlale ndizama Ndifun’ ube ngo wam Oh why Oh why Oh why Oh why ndenzenjani na? He Nomathemba He Nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena? He Nomathemba Hintoni my love? Hintoni my love? Hinxubakaxaka yantoni na lena Oh why Oh why Oh why Oh why ndenzenjani na? Ndizibuza imibuzo (Imibuzo) Xandifika kuye ndizothini na mna? Mhla umbhi ndimbuz’ ixesha Ndimbuz’ impilo Ndimbuz’ ukub’ unjani Mara why undenza so? Oh Nomathemba Oh why Oh why Oh why Oh why ndenzenjani na? He Nomathemba He Nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena? He Nomathemba Hintoni my love? Hintoni my love? Hinxubakaxaka yantoni na lena He Nomathemba Oh why Oh why Oh why Oh why ndenzenjani na? He Nomathemba He Nomathemba Hinxubakaxaka yantoni na lena? He Nomathemba Hintoni my love? Hintoni my love? Hinxubakaxaka yantoni na lena He Nomathemba
clip
Ton pseudo sera publié. Laisses les champs vide pour rester anonyme.
Soumettre
Modal title
×
Ajouter un média
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Se souvenir de moi
Mot passe oublié
Connectes-toi
M'inscrire