ENVIAR LETRAS
Top 100
Lanzamientos de álbumes
Artistas
Comunidade
Francés
Portuguese
Inglés
Corrección Letra
Ubuhle Bakho
par
Ami Faku
Regreso
Letra
Uyabona ndinovuyo Xa ndibon'ubuso bakho Ndibulel'umdali ngondipha wena Ndize ngobuhle nangozithoba Ndithembe,ndiyacela andisoze ndikumoshe Ubuhle bakho bobegolide kukhanya konke xa?ukhona Ubuhle?bakho bobegolide kukhany'amehlo?xa ukhona Ndikhe ndicinge ukub'uzondishiya Uphinde kwawena undithande Ndizive?ndisithi "ulubambo lwami" Ndohlala ndifuna wena Ubuhle bakho bobegolide kukhanya konke xa ukhona Ubuhle bakho bobegolide kukhany'amehlo xa ukhona Aaaaah Ooooh Ubuhle bakho bobegolide kukhanya konke xa ukhona Ubuhle bakho bobegolide kukhany'amehlo xa ukhona Andiphinde ndijike baby Ndok'thanda kuyophel'imini Andiphinde ndijike baby Ndok'thanda kuyophel'imini
videoclip
Tu nombre será publicado. Deje los campos en blanco para permanecer en el anonimato.
Enviar
Modal title
×
Insertar medios
Video URL?
(YouTube, Vimeo, Instagram, DailyMotion, Soundcloud)
×
Recuérdame
Contraseña perdida
Conectarte
Registrarse